
IsiXhosa Ulwimi lwasekhaya
Other
12th Grade
Used 8+ times

AI Actions
Add similar questions
Adjust reading levels
Convert to real-world scenario
Translate activity
More...
Content View
Student View
10 questions
Show all answers
1.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
Yintoni isimelabizo?
ligama elimele isibizo
ligama lomntu
ligama lemoto
ligama lekati
2.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
u yona sesiphi isimelabizo
esokwalatha
esoqobo
esokugxininisa
esokwenzana
3.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
u zonke sesiphi isimelabizo
esoqobo
esoquko
esokwalatha
4.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
xa ukhomba into ekufuthsane usebenzisa esiphi isimelabizo kwezi
leyo
leya
le
lo
5.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
nika isimelabizo esiquka abantu abaninzi kakhulu
bonke
wonke
zonke
bodwa
6.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
zingaphi iindidi zesimelabizo soquko
zintlanu
zimbini
zine
zintathu
7.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
chonga isimelabizo kulamagama alandelayo
le
mama
utata
inkomo
Access all questions and much more by creating a free account
Create resources
Host any resource
Get auto-graded reports

Continue with Google

Continue with Email

Continue with Classlink

Continue with Clever
or continue with

Microsoft
%20(1).png)
Apple
Others
Already have an account?