
IDAYIMANI KUNYE NESIHOBE
Authored by Ntombekhaya Fundani
World Languages
11th Grade

AI Actions
Add similar questions
Adjust reading levels
Convert to real-world scenario
Translate activity
More...
Content View
Student View
35 questions
Show all answers
1.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
Chaza isafobe esivezwa leli binzana, 'intloko yam iyaqhekeka'
umfanekiso-ngqondweni
isikweko
isifaniso
ubaxo
2.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
Loluphi uhlobo lwencwadi olusebenzisa ixeshal langoku?
intsomi
inoveli
ibali elifutshane
idrama
3.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
Kuba uMfanelo engutitshala, loo nto ibonakalisa ukuba lixesha...
lokutshintsha
lokhanyo
lamandulo
lokuvuna
4.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
UNonkuthazo uyintoni kuMfanelo?
usisi wakhe
umntu aphangela naye
isithandwa sakhe
udade wabo
5.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
Yintoni indima kaMandaba ebalini?
kukudlulisa ulwimi ukuze kwaziwe ukuba uMfanelo uhlala kwaNonkuthazo
kumamela iindaba zikaMaRhadebe
kukwazisa abamelwane ngezinto zoqoqosho
kukuthuthela uNomthombo iindaba
6.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
UMfanelo ngumlinganiswa...
osicaba
olikholwane
ongqukuva
valithuba
7.
MULTIPLE CHOICE QUESTION
30 sec • 1 pt
Eli gama lithi 'Nomthombo' , likunika mfanekiso-ntelekelelo ni ngalo mlinganiswa ngokwasencwadini.
utywala uyabuchitha
abupheli utywala kwakhe kuselwa oko, njengomthombo ongatshiyo osoloko umpompoza amanzi
ugalela amanzi
amanzi notywala zimana ziselwa kuphunulwe
Access all questions and much more by creating a free account
Create resources
Host any resource
Get auto-graded reports

Continue with Google

Continue with Email

Continue with Classlink

Continue with Clever
or continue with

Microsoft
%20(1).png)
Apple
Others
Already have an account?