Search Header Logo

IsiXhosa - Grade 10 - Lesson 4

Authored by Woodridge Connect

Other

10th Grade

IsiXhosa - Grade 10 - Lesson 4
AI

AI Actions

Add similar questions

Adjust reading levels

Convert to real-world scenario

Translate activity

More...

    Content View

    Student View

5 questions

Show all answers

1.

MULTIPLE CHOICE QUESTION

30 sec • 1 pt

Yintoni isibizo?

Ligama elithiya into, umntu nendawo.

Ligama elibonisa isenzo kwisivakalisi.

Ligama elichaza isenzi.

2.

MULTIPLE CHOICE QUESTION

30 sec • 1 pt

Isibizo u'Gqeberha' sikoluphi udidi lwezibizo?

Izibizo ezimbaxa

Izibizo zoqobo

Izibizo nje

3.

MULTIPLE CHOICE QUESTION

30 sec • 1 pt

Yintoni isibizo soqobo?

Ngamagama ezinto eziseklasini

Ngamagama ezinto ezintle

Ngamagama abantu kunye neendawo

4.

MULTIPLE CHOICE QUESTION

30 sec • 1 pt

Yintoni isibizo esakhiwe kwisenzi?

Sisibizo esenza umsebenzi wesenzi

Sisibizo esakhiwe okanye esithathwe kwisenzi

Sisibizi esisisenzi

5.

MULTIPLE CHOICE QUESTION

30 sec • 1 pt

Izibizo ezimbaxa zakhiwe ngokudibanisa ntoni?

Amagama abantu

Izigaba zentetho ezimbini

Izibizo ezininzi

Access all questions and much more by creating a free account

Create resources

Host any resource

Get auto-graded reports

Google

Continue with Google

Email

Continue with Email

Classlink

Continue with Classlink

Clever

Continue with Clever

or continue with

Microsoft

Microsoft

Apple

Apple

Others

Others

Already have an account?